Lutho hlabani

Lutho hlabani Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Lutho hlabani, Book shop, Nobuzwe store P. O Box 5328Engcobo 5050, Cofimvaba.

29/11/2019

HY I AM BACK

13/09/2019

I gama lam ndingu Emily Ndlovu.ndikulele emtata,equnu.kumama wam sibane.NguKamva,ngulindokuhle,Celani.sikhulise ngumama.utata wethu asimaz wayaphi.umama wam uye waseleka sisebancinci wabulawa yimoto.ndaye ndahamba ndiyofuna umsebenzi ukuze ndikwaz ukondla abantwana bakamama.ndabashiya nomakaz wam.ndindimane ndithumela imali ebantwaneni ukuba bathengelwe ukutya bempahla.ndathi xandibuya ekhaya uKamva wendiswa ngumakaz."haybo makaz kutheni wendise umntana akumelanga uyafunda uKamva?"jonga apha wen ulalinge undimpambanele umna.yifundo ebalulekileyo kunokwenda.Kamva uzifunele ukwanda ukuba ebona ukuba uyalamba."kdw yintoni lento uyenzayo kubantwana bakamama ?kutheni abantwana bedlakazela kdwa bendiyithumela imali?"upambene uthi batya impahla."Kona baphi o lindokuhle noCelani.ndabaxotha abo ngoba bazakudlwengula abantwana bam."kaz makaz sakwenzal lento unjee.ndahama ndayofuna abantwana baka mama ndafika emlanjeni ndakee ndalila.ndaqubeka nendlela yam.ndathi ndihamba ndandibana no lindokuhle.ndavuya umfumana ndabuya uCelani ukuba uphi wathi lomntana uCelani watatwa ngomnye utata utho ngutata wethu.ndathi makandibonise lomzi ahlala kuyo.ndaya kulomzi mkhulu ndafika lotata efana twetse nomama ndathuka xandimbona.kanti kumalume wethu sahamba nomalume sayothata uKamva.sabuyela esikolweni.safunda kee Sande sapangela.mna ndingu Nurse,Kamva: teaching,lindokuhl: doctor,Celani:own restaurant.umntu makamthande umtha kadade wabo ngoba ngoyena unefucture ukodlula owakh.musa ukumhlukumeza umntana kamakaz wakh.enkos

11/09/2019

Suthukazi: ooooo yaz ayimbi lento yobulala ubantu besifazana.
Angie:imbi nyani umntu wesifaza klk yimbewo yambo.qa abayiwondi lonto.mabebula la ityatyambo yambo bathi benzani.
Suthukazi:yhoooo inzima San ngoba bafa bene future e Pratt.abanye bafa befuna uvusa amakhaya abo.
Angie:yaz mntase kufuneka kuke kubizwe imithingi nabantu abangamandonda.sibabuze sabenzan.
Suthukazi:Hay kengok ungcinga Yi idea eright leyo ngoba lebendulo uyifunayo soze uyifumane sis.
Angie:and make sizameni ukuba buza maybe sizoyifumana.
Suthukazi: Abantu babulala,babula abantwana,oomama Beth,osisi Beth.hay ndicamile ngoku umntu uhleli ukhoyika sana.
Angie:masizilwelweni thina bafazane kwezizilingo zamandoda.
Suthukazi:mntase sizobaqala ngaphi bekhohlakele kangaka.abancinga lomama ebetwele lomntana i9months,ten months ukuba uthin.yaz abana ntliziyo.
Angie: kufuneka umntu ofunyeniswe enetyala anikwe abahlali bafundise ubathu.
Suthukazi:ukuba abahlali bambulele uzothini wen.
Angie:abantu nathi bayasihlwengula osoqiba basibulale nathi.
Suthukazi:masiyeke lento indenzela ihliziyo ebuhlungo
Angie:ibewesi kesana ubulawe ngumntu ohlobene naye.utata wakh or bhuti wakh.yhoo.
Suthukazi:mandihambe ndiye emlanjeni mntase.
Angie:k mntase ndizakulandela vhaa
(Uvalwe umsesane)

11/09/2019

Igama lam ndingu Aseza mpinga ndifuna ubalisa ngebali lam.kukho umfana endandithandana naye.sathandana nolomfan engasebenzi ndisebenza mna.ndadimthengela impahla lomfana ndimtyisa .ngenye imini ndibuya emsebenzini umfana akakho.ok ndahlamba osoqiba ndapekha emva ndipekile.ndampakela ndakufaka Kuma e friggin.ndalala babetha oo11basebusuku umntu akafiki.ok nda phone kowabo kwathiwa akakho.ndahlala ngwande kwasa saphandle umntu engafiki.ndathi xandiya kwi save yam imali ayikho.ndingena emotweni ndaya kwi hotel ndafika xa epuma ngomnyango ehamba nomnye usis.zangendibuze ndathi ndicela imali yam.wathi akayaz ndamfaka ibhubhulu entloko qoba ndam shiya apho elila umfaz wakh.ndaye ndaya emapoliseni ndayozibabisa.ndagwetya 10years.upuma kwam ndaye ndabuya kwakulandlu ndafika kuhlala abantu endlini yam.kant ngula mfaz nabantwan balomfana ndakupha umfaz lo ndahlala nabantwan balomfana.ndibuyela emsebenzini ndabafundisa .ndithetha nje .omnye ngu Nurse,omnye pilot ,omnye nguQirhaa.inxak luthando oluyan.ndabulala utata wabo ndisamthanda.

11/09/2019

Igama lam ndinguAviwe cele.ndikulele kwilali encinci ekuthiwa yiqitsi.ndikule ndingenamama notata.utata wam wasweleka ndisemncinci nomama wam.ndakuliswa ngumakazi wam.ndakula kabuhlungu umakaz wam wasithe mandithu amanzi ubusuk bonke.ndindilila ubusuk nemini.ekuseni athi mandiqushe .ukuqibakwa ndiyohlakula itsimi ubuya kwa etsimini.ndipheke umnqusho.ubhuti wam usive cele oneminyaka esibhozo yena wamxotha uthi akamameli.ngelishwa naye umakaz waye wagula wambuba.ndayohlala nomalume wam kunye nobhuti.nalapho ndahlukunyezwa ngumalume waye sithi ukuba ndifuna ukutya masiqale silale.ndalila lomini zange nditye lomini leyo.ndahamba ndoyohlala kopaphi kunye nobhuthi wam.kwathi ngenye imini ndasahleli kwathi Qi omnye umama. lo mama yayinguMamiya.wasibuza sihleleleni apha.sapendula sathi asinakhaya umama notata basweleka.wasithath wasisa kwakhe.wasisa esikolweni ndafunda Empakamani high school.ndaya ndayofunda e university of cape Town.ndafundela ukuba ngu Doctor .namhlanje ndinabantwana abathathu Lilitha,unobuso,sibonelo.ndiyaphangela ndiguDoctor Cele.ngexa kamama uMamiya.ndiyabulela kakhulu ngepatho yakh.ubhuthi wam yen nguDoctor naye.siyabulela Mamiya

Address

Nobuzwe Store P. O Box 5328Engcobo 5050
Cofimvaba
5380

Telephone

+27640630723

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Lutho hlabani posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category